2
NYANGA PHELISA ISIFOSORHUDO NENYUMONIYA: Khusela, Thintela, Nyanga. Masibanyange ngendlela efanelekileyo abantwana bethu Ukuphefumlela phezulu luphawu olungundoqo olubonisa inyumoniya kunye nesifo sorhudo. Ukutsalekela ngaphakathi kwesifuba nako kunobungozi.Musa ukulinda mse ekliniki umntwana. Ezinye iimpawu zezi: umntwana akhonto ihlalayo xa eyisele; ugabha yonke into; axhuzule, angabinamandla kwaye athi phuhlu amehlo; kubekho negazi kwilindle lakhe. Xa kukho iimpawu ezibonakalisa ubungozi mse ekliniki umntwana ngoko nangoko. Ukuba umntwana ungaphantsi kweenyanga ezintathu kwaye unezi mpawu funa uncedo kwangoko. Inobungozi. Yiya ngqo kumsebenzi wezempilo . Musa ukuma ethywini ekliniki. Mselise amanzi amaninzi okanye ubisi lwebele umntwana endleleni eya ekliniki. Qiniseka ukuba wonke umntu okhoyo endlini uyakwazi ukwenza umxume weswekile netyuwa ukunyanga isifo sorhudo. Mnike amathanyana rhoqo. (Xuba kwilitha yamanzi amatisipuni asi-8 eswekile kunye nehafu yetisipuni yetyuwa). Umntwana onesifo sorhudo kufuneka anikwe iipilisi zezinki. Umntwana ogula kakhulu kungafuneka anikwe amayeza awongeziweyo kunye ne- okhsijini kwaye unako nokulaliswa esibhedlele. Ithi gqolo umntwana umnika ukutyana okuncinane ngexesha. Qhubekeka umncancisa /umnika ubisi lwebele nokuba uyahambisa kwaye egabha. Umntwana obegula utya ukutya okuncinane ngexesha. Mphe ukutya rhoqo (kwiiyure ezi-2 okanye ezi-3 ka-5 ngemini ubuncikane). Esi sehlo masibhalwe kwikhadi lomntwana lasekliniki(iRoad to Health)booklet. pneumonia diarheoa Pamphlet XHO.indd 1 2016-04-12 12:40:44 PM

NYANGA PHELISA ISIFOSORHUDO NENYUMONIYA · PDF filepneumonia diarheoa Pamphlet XHO.indd 1 2016-04-12 12:40:44 PM. MASITHINTELE abantwana bethu bangaguli sisifo sorhudo nenyumoniya

Embed Size (px)

Citation preview

Page 1: NYANGA PHELISA ISIFOSORHUDO NENYUMONIYA · PDF filepneumonia diarheoa Pamphlet XHO.indd 1 2016-04-12 12:40:44 PM. MASITHINTELE abantwana bethu bangaguli sisifo sorhudo nenyumoniya

NYANGA PHELISA ISIFOSORHUDONENYUMONIYA:

Khusela, Thintela, Nyanga.

Masibanyange ngendlela efanelekileyo abantwana bethu

• Ukuphefumlelaphezululuphawuolungundoqoolubonisainyumoniyakunyenesifosorhudo.Ukutsalekelangaphakathikwesifubanakokunobungozi.Musaukulindamseeklinikiumntwana.

• Ezinyeiimpawuzezi:umntwanaakhontoihlalayoxaeyisele;ugabhayonkeinto;axhuzule,angabinamandlakwayeathiphuhluamehlo;kubekhonegazikwilindlelakhe.

• Xakukhoiimpawuezibonakalisaubungozimse ekliniki umntwanangokonangoko.

• Ukubaumntwanaungaphantsikweenyangaezintathukwayeunezi mpawu funa uncedo kwangoko.Inobungozi.

• Yiya ngqo kumsebenziwezempilo.Musaukumaethywiniekliniki.

• Mselise amanzi amaninzi okanye ubisi lwebele umntwanaendlelenieyaekliniki.

• Qinisekaukubawonkeumntuokhoyoendliniuyakwaziukwenzaumxume weswekile netyuwaukunyangaisifosorhudo.Mnikeamathanyanarhoqo.(Xubakwilithayamanziamatisipuniasi-8eswekilekunyenehafuyetisipuniyetyuwa).

• Umntwanaonesifosorhudokufunekaanikweiipilisi zezinki.

• Umntwanaogulakakhulukungafunekaanikweamayezaawongeziweyokunyene-

• okhsijinikwayeunakonokulaliswaesibhedlele.

• Ithigqoloumntwana umnika ukutyana okuncinane ngexesha.

• Qhubekeka umncancisa /umnika ubisi lwebele nokuba uyahambisakwayeegabha.

• Umntwanaobegula utya ukutya okuncinane ngexesha.Mpheukutyarhoqo(kwiiyureezi-2okanyeezi-3ka-5ngeminiubuncikane).

• Esisehlomasibhalwekwikhadilomntwanalasekliniki(iRoad to Health)booklet.

pneumonia diarheoa Pamphlet XHO.indd 1 2016-04-12 12:40:44 PM

Page 2: NYANGA PHELISA ISIFOSORHUDO NENYUMONIYA · PDF filepneumonia diarheoa Pamphlet XHO.indd 1 2016-04-12 12:40:44 PM. MASITHINTELE abantwana bethu bangaguli sisifo sorhudo nenyumoniya

MASITHINTELE abantwana bethu bangaguli sisifo sorhudo nenyumoniya .

• Umntwanakufuneka agonywe ngePCV xaeneevekiezi-6,14kunyenaxaeneeenyangaezi-9.Ugonyolwe-PneumococcalConjugateVaccine(PCV)luthintelainyumoniya.

• Umntwanamakanikweichizalogonyo lwe-rotavirus xaeneeveki ezi-6 naxaenezili-14.Lentoikhuselaisifosorhudo.

• Amachizaogonyolwemasisi,iHibnepethasis(ukhohlokhohlo/unkonkonko)nawoayafuneka

• Fundisawonkeumntungokuhlamba izandlazabongamanzinesephangakumbixabevelangasesenaphambikokubabaphatheukutya.

• Abantwanaabavelebenobunzimaobuncinanekunokokulindelekileyokwayebengondlekangakufanelebancedwebabenobunzima obusempilweninjengokolentoinokuthiithinteleinyumoniyakunyenesifosorhudo.Mseeklinikiumntwana.

• Gcinaumoya ucocekileekhayangokuthiusebenziseizitovuezingconokuvulweneefestilekhon`ukuzekungeneumoyaomtsha.

• ·Qinisekaukubaamanzi acocekile/awanazintsholongwane.Ukubaakuqinisekangawabilise.

• Amanziuwagcinakwintoenempompo/isivalosefatyi.Ukubaayikho,sebenzisaibhakethielicocekileyoelinesiciko.

• Qinisekaukubailindlelilahlwa kwindawo efanelekileyo.

• SebenzelaukubaiHIVingabikhoebantwaneni.Bonkeabantwanabanakoukuvelabengenayoi-AIDS.

• Indawo esempilweni ingasisiqaloesihleemntwaneni.

• Ikhayalakholigcinelicocekile ngakumbi xa usenza ukutya.

• Kugqumeukutyaukuzekungabi nazimpukane.

 

Yintoni isifo sorhudo?

Isifosorhudokukuhambisakwesisuokunokuthisibulaleabantwana.Ixeshaelininziumntwanauyeagabhe.Xaumntwanaethewaphulukananamanziamaninziunokuthiagulekakhulukwayeangafa.

Musaukumcimaumntwana.Musaukumnikaamachizaokumnqamla.

 

Yintoni inyumoniya?

INyumoniyalusulelekoolubasemiphungeni.Imiphungaiyaibenamanzikubenzimaukuphefumla.

 

MASIKHUSELE abantwana bethu kurhudo nakwinyumoniya

• Mawakhuthazweamabhinqaukubaasebenziseucwangciso-ntsaphongendlelaechanekileyo.Umntwanangamnyekufunekaabengumntwanaolungiselelweyonofunekayo.

• Lunikeubisilwebelelodwausanakwiinyangaezi-6luzelwe

• (ungalunikiokunyeukutya,ungalunikinamanzi).

• Ubisilwebeleluyazikhuselaiintsanazingafumanizigulo/usulelekonealeji.

• QinisekisaukubausanangalunyeluyasifumanaisongezeleloseVithaminiA

KHUSELE THINTELE

pneumonia diarheoa Pamphlet XHO.indd 2 2016-04-12 12:40:44 PM