Upload
others
View
3
Download
0
Embed Size (px)
Citation preview
Ekuqalekeni uThixo wadala amazulu nehlabathi.
Genesis 1 v 1
uThixo ulungile.
uThixo udale zonke izinto !1
Kungekazalwa zintaba, Ungekavelisi mhlaba, nazwe limiweyo, Kususela kwaphakade kude kuse ephakadeni, wena unguThixo.
Indumiso 90 v 2
Ngokufana nesangqa uThixo akanasiqalo nasiphelo.
Ungu Thixo wethu naphakade. 2
Ubuso bukaYehova bujonge abenzi bokubi, Ukuba akunqumle ehlabathini ukukhunjulwa kwabo.
Indumiso 34 v 16
Uyasibona xa sisiwa.
Uyasiva xa simbiza.3
Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babenobomi obungunaphakade.
Ujohane 3 v 16
uThixo usithanda kakhuluWathumela unyana wakhe emhlabeni. uYesu wafa emnqamlezweni ngenxa yezono zethu. 4
Uthi uYesu kuye, Ndim indlela, ndim inyaniso, ndim ubomi; akukho namnye uzayo kuBawo, engezi ngam.
Uyohane 14 v 6
Wavuka engcwabeni emva kwentsuku ezintathu wabuyela ezulwini.5
Yesu walivula ucango ukwenzela sikwazi ukuyaezulwini nathi ngelocango uYesu walivulayo.
X
Uyohane 10:9 Ndim isango; ukuba umntu uthe wangena ngam 6
Yabona, ndimi emnyango ndinkqonkqoza; ukuba uthe umntu waliva izwi lam, waluvula ucango, ndongena kuye, ndidle naye, naye adle nam.Isityhilelo 3 v 20
Entliziyweni yam nam ndinalo ucango.Ngexesha uYesu wayenkqonkqoza,ndathi ngena ngaphakathi.Ngoku uhlale ngaphakathi entliziyweni yam.7
Kulowo wasithandayo, wasikhulula ezonweni zethu ngelilelakhe igazi.
Isityhilelo 1 v 5
Igazi lakhe lasusa isono sam.Ngoku intliziyo yam icocekile ndinoxolo lwakhe. Uyokuba nam kude
Asoze ndibe ndedwa. 8
Akuyi koyikiswa zizothuso ebusuku, Nalutolo lubaleka emini; Ngokuba izithunywa zakhe uziwisele umthetho ngawe, Ukuba zikugcine ezindleleni zakhozonke.
Indumiso 91 v 5 + 11
uThixo ufunaukundinceda :
Xana kumnyama kwaye ndisoyika
Ndinothatha isandla sakhe.
9
Xana ndinomsindo ndifuna ukulwaNdihlupha intliziyo yakhe kwayeasoze ndibenoxolo.
Iya hlupha.
Kungoku ndicela uThixo andincede ngoku ukuzendithande izihlobo nezalamane.
Kulungile.
Banoyolo abaxolisi; ngokuba baya kubizwa ngokuthi bangoonyana bakaThixo bona. Umateyo 5 v 9 10
Xana ndiziva ndihlupekile ndikhumbula iNkosi yam Akukho namnye onondiqonda
“”” “””
NdifundaiBhayibhile.
Indumiso119:105
Lisisibane seenyawo zam ilizwi lakho, Likukukhanya emendweni wam.11
Kwaye athethe kunye nam.
“Asoze ndikushiyeNdiyakuthanda.Ungumntwana wam oxabisekileyo.”
Wathi ke uYesu, Bayekeni abantwana, ningabaleli ukuza kum: kuba ubukumkani bamazulu bobabo banjalo.
Umateyo 19 v 14 12